Page 1 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 1

IKOTA YESI 2 :

ISICWANGCISO SESIFUNDO IVEKI 5 & 6

Grade 4 IsiXhosa HL

1. Ukuphulaphula nokuthetha:

1.1 Jonga lemifanekiso ingentla uze uchaze ukuba umfanekiso wokuqala usinika

imbonakalo yemozulu enjani.

1.2 Ucinga ukuba kumfanekiso wesibini kuleliphi ixesha lemini kwaye injani

imo yezulu.

- Nika isizathu sempendulo nganye.

1.3 Kugqibele nini ukuba nemozulu efune kuphathwe isambuleni eNtshona Koloni?

Chaza inyanga /iveki, usuku noqikelelo lwexesha.

1.4 Waziva njani? Nika isizathu semvakalelo yakho.

2. Ukufunda nokubukela; Mamela utitshala akufundele isikhokelo semozulu kuqala;

Page 2 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 2

2.1 Utitshala ufundisa iimpawu zeemozulu aze abuze imibuzo yesimo ngasinye. Oku

kulandelwa kukufundwa kwemozulu yesithili ngasinye, kunikwa amaqela

awohlukileyo ithuba lokufunda isithili esityunjiweyo.

2.2 Utitshala uvavanya ukuqonda ngokuyalela ukusetyenziswa kweempawu zemozulu

kusenziwa oku kulandelayo;

2.2.1 Funda ngokupheleleyo nangokuvakalayo imozulu yaseMantla Koloni

2.2.2 Funda imozulu yaseLimpopo ngokucacileyo nangokuvakalayo, uqale

ngeqondo lobushushu ugqibele ngomoya

2.2.3 Funda ngokuvakalayo imozulu yesithili esinemibane nendudumo

2.2.4 Yeyiphi idolophu eneqondo lobushushu eliphezulu kakhulukunzinye idolophu?

.....................................................................................................................

2.2.5 Ngokweemozulu ezibonisiweyo, yeyiphi eyona dolophu inenkungu, cacisa.

.....................................................................................................................

2.2.6 Chaza imozulu yendawo okuyo ngokucacileyo nangokugqibeleleyo.

.....................................................................................................................

..................................................................................................................

2.2.7Thelekisa imozulu yaseMntla-Ntshona neyaseNtshona-Koloni kwisithuba esingezantsi

Mntla-Ntshona (bonisa nangemizobo) Mntla-Koloni (bonisa nangemizobo)

Page 3 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 3

3. Ukubhala nokunikezela;

Kwicala elisekhohlo siboniswa ubungakanani bemvula enethileyo eNewville,

ngezantsi siboniswa iinyanga zonyaka.

3.1 Zama ugqibezele ukubhala umhlathi wesibini ukhokelwa yitshati engasentla

ushwankathele ukuna kwemvula eNewville.

ENewville kune iimvula eninzi kulonyaka kwaye oko kuluvuyisile uluntu lwaledolophu.

NgoJanyuwari kunethe umyinge wemvula ongamashumi asixhenxe emilimitha,

kwaze ngoFebruwari yehla kancinci yafika kumashumi amahlanu emilimitha. Iye

isihla ukuyothi ga ngoJuni, akwabikhomvula ngo Julayi.

Kuphindile ngenyanga yesibhozo u.................., kwana kangange............yemvula.

Ukusukela ngenyanga yesi........, ngoS............aye anyuka kakhulu amaqondo

emvula ayokuthi ga ngo................. apho amaqondo ayokufika kwi................

eziyi.............. Abahlali baledolophu bazivuyele ezizantyalantyala, bazakutsho ba

.......................................................................................................................

3.2 Bhala ngokupheleleyo ke ngoku imihlathi yomibini kwesisithuba singezazntsi;

......................................................................................................................

Page 4 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 4

3.1 Ceba ukuchaza imozulu yephondo ngalinye, gxininisa ekunikeni iingcebiso kuluntu

ngemakwenziwe nemakungenziwa. Chaza ukuba ilichaphazela njani iphondo ngalinye

imozulu. Bonisa izikhokelo zemozulu kwiphondo ngalinye; Zidwelise ngokulandelelana

kwealfabeti, zoba imifanekiso yezikhokelo zemozulu;

IPHONDO IMOZULU UMFANEKISO

1.Freystatha

2.

3.

4.

5.

6.

7.

8.

9

Page 5 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 5

3.2 Ukubhala nokunikezela: Ilinge lokugqibela, lungiselela iveki elandelayo:

Nikezela okubhalileyo ngomlomo, wenze njengomsasazi kumabonakude;

IPHONDO IMOZULU UMFANEKISO

1.

2.

3.

4.

5.

6.

7.

8.

9

Page 6 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 6

4. Izakhi nemigaqo yokusetyenziswa kolwimi;

4.1 Bhala intsingiselo yalamagama alandelayo;

• Iqondo: .........................................................................................................

• Kuthe gqaba-gqaba: ......................................................................................

• Kushinyene: ...................................................................................................

4.2 Bhala izivakalisi ezilandelayo kwixesha elidlulileyo;

4.2.1 INtshonakoloni inethe kakhulu ngoEpreli. Oku kudale umonakalo kwizindlu

zabantu kunye neendlela.

..................................................................................................................

..................................................................................................................

4.2.2 Bhala izichazi kwisivakalisi ngasinye ukuze sibenomdla.

a) Ngolwesine bekubanda ndaze ndanxiba idyasi.

................................................................................................................

.

a) Izolo bekunetha saze satya isuphu.

................................................................................................................

Page 7 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 7

Page 8 of 8

ICandelo leKharityhulam yeGET/ 8